{"product_id":"9780636055216","title":"Indyebo","description":"Indyebo yincwadi ngabafundisi-nsapho abanamava kwaye iyazifezekisa zonke iimfuno zeNkcazelo yeKharityhulamu yeSizwe eHlaziyiweyo (RNCS). Ilungiselelwe iimfuno zemfundo esekeke kwiziphumo (OBE). Olu luhlu luneNcwadi yabafundi, Isikhokhelo sikatitshala kunye neNcwadi yokufunda. Incwadi yabafundi: Isifundo kwakunye nomsebenzi ngamnye kwincwadi yabafundi zinika ulwazi ngeziphumo ezitsoliley anokuthi umfundi azifumane; imisebenzi ithi inyuse izinga lokusebenza kwabafundi ngabanye, ngababini nangamaqela. Isikhokhelo sikatitshala: Intshayelelo kwisikhokhelo sikatitshala inika inkcazelo ngokupheleleyo ngemigaqo-siseko yemfundo esekwe kwiziphumo, nokuba iphuhliswe njani kwincwadi yabafundi; uluhlu lolwazi olucacileyo nenkxaso malunga nokuhlola ikhona kwesi sikhokhelo. Incwadi yokufunda: yona igxininisa isiphumo sokufunda sesine (UkuFunda nokuBukela) njengoko inamabali amnandi nakhuthaza ukucinga nokuqiqa.","brand":"S. Gxilishe, L. Siyengo","offers":[{"title":"Default Title","offer_id":45799337001278,"sku":"9780636055216","price":0.0,"currency_code":"ZAR","in_stock":false}],"thumbnail_url":"\/\/cdn.shopify.com\/s\/files\/1\/0784\/4357\/7662\/products\/9780636055216_7a193876-1b24-4141-b31f-814bde94b846.jpg?v=1707305649","url":"https:\/\/exclusivebooks.co.za\/products\/9780636055216","provider":"Exclusive Books Online","version":"1.0","type":"link"}