{"product_id":"9780639604862","title":"Funda ukufunda Inqanaba 1 (isiXhosa) 7: UTippie kunye nogqirha wezilwanyana","description":"Iincwadi ezilishumi ezilandelayo ezikwizinga loMzantsi Afrika siyaziqhenyangazo. Ezi ncwadi zinika umdla,zakha izakhono ezifunyenwekwinqanaba 1. Isigama sisoloko sincediswa yimiboniso enemibalaeqaqambileyo,encedisa ukuqonda,izikhamiso ezifutshane kunaye namaqelaamaqabane alula. Inqanaba 2 nalo liqwalasela izikhamisoezifutshane,amaqabane alula, amagama ajongisiswayo, kwanendlela yokugqibelayokubeka amaqabane. Ukudibanisa izandi namaqabane kuyakhula.Konke oku kwenza kuqhubekeke ukwakha ukuzithemba ekufundeni.Abantwana baza kuzithanda iihambo ezintsha zikaTippie kuba zizele lulonwaboneziganeko.","brand":"Noluthando Mngxekeza, Jose Palmer, Reinette Lombard, Zinelda McDonald","offers":[{"title":"Default Title","offer_id":45799777403198,"sku":"9780639604862","price":0.0,"currency_code":"ZAR","in_stock":false}],"thumbnail_url":"\/\/cdn.shopify.com\/s\/files\/1\/0784\/4357\/7662\/products\/9780639604862_dbb6247d-5de0-43b4-97bc-7aacbd3228db.jpg?v=1707306363","url":"https:\/\/exclusivebooks.co.za\/products\/9780639604862","provider":"Exclusive Books Online","version":"1.0","type":"link"}