FREE delivery to all EXCLUSIVE BOOKS stores nationwide. FREE delivery to your door on all orders over R450. Excludes all international deliveries.

Iinkonde eMnyango

Maryanne Bester

    Product form
      FORMAT: Paperback / softback
      YOU COULD EARN 0 FUTURE RETAIL DISCOUNTS.
      BUY NOW PAY LATER
      From R 0.00 per month!
      6x monthly payments of R 0.00 with
      4x fortnightly payments of R 0.00 with
      Ngenye intseni iinkonde ezintathu ezidiniweyo nezilanbileyo - uNtsikelelo, uBulumko noThando- bankqonkqoza emnyango wolunye usapho. Olu sapho lunqwenela ukubamkela kodwa kufuneka likhethe abemnye kula mandwendwe ukuba angene ekhayeni labo. Ngomphi kwaba bathathu abaza kumkhetha?Eli libali elibaliswayo kwilizwekazi lethu i-Afrika kwaye lelabo bonke abemi beli zwekazi. Nangona isimo sentlalo kunye nabalinganiswa bengabase-Afrika uqobo - ngokwesingqisho sentetho yabo neempahla abazinxibayo - umyalezo wabo ugqithiselwa uluntu jikelele. Le ncwadi yenzelwe bonke abantwana nefemeli iphela. Ngendlela ebhalwe yaze yazotywa kakuhle ngayo, le ncwadi iza kwenza abatwana bafune ukuyifunda okokoko. Eli bali laqala ukuboniswa kwiSunday Times Storytime: Amabali ali-10 abantwana baseMzantsi Afrika ngowama-2014.
      CONTRIBUTORS: Maryanne Bester EAN: 9781431425310 COUNTRY: South Africa PAGES: WEIGHT: 500 g HEIGHT: 297 cm
      PUBLISHED BY: Jacana Media (Pty) Ltd DATE PUBLISHED: CITY: GENRE: JUVENILE FICTION / Animals / General WIDTH: 210 cm SPINE:

      Book Themes:

      Children’s / Teenage fiction: Nature and animal stories

      Customer Reviews

      Be the first to write a review
      0%
      (0)
      0%
      (0)
      0%
      (0)
      0%
      (0)
      0%
      (0)
      UMaryanne noShayle Bester ngoodade abakhulela kwifama yaseFreyistata, apho utata wabo wayefuye iinkomo neegusha. Bobabini bathweswa izidanga kwiYunivesiti yaseNatala ePietermaritzburg, uShayle egxile kwezoBUGCISA BOKUZOBA ngelixa yena uMaryanne egxile kuBUGCISA bezeMIDLALO YEQONGA. Bobabini baseka inkampani bengabantu abapeyintayo ngeenjongo zokuhombisa begxile ikakhulu kubugcisa babantwana. Eminye imisebenzi yabo iquka The Cool Nguni, Why Dog is Afraid of Storms, I Know That!, Three Friends and a Taxi, The Long Trousers, The Missing Ball, Mealies and Beans. Baye bafumana imbasa yeExclusive Books IBBY SA Award ngencwadi yabo ethi The Cool Nguni kunye neleSappi Isiqalo Book Competition olwalusekwe ngabeCentre for the Book ngencwadi yabo ethi Three Friends and a Taxi.

      Book Partnerships

      For the Fans

      Recently viewed products

      Login

      Forgot your password?

      Don't have an account yet?
      Create account