FREE delivery to all EXCLUSIVE BOOKS stores nationwide. FREE delivery to your door on all orders over R450. Excludes all international deliveries.

Quality of Translation

  • Shudu Finds Her Magic (IsiXhosa)

    Shudu Finds Her Magic (IsiXhosa)

    Kule ncwadi entle kangakanana nenika inkuthazo, uMiss South Africa, uShudufhadzo Musida, ubalisa ngebali lakhe lobuntwana; eyintombazana ethanda ukucula, ukudanisa nelincoko, ekhulele kwilali eyaziwa ngokuba yiHa-Vhangani, egcwele uthando, ingakumbi elikamama wakhe noGogo Gugu. Kodwa izinto zange zimhambele kakuhle uShudu ngelixa ethuthela kwidolophu entsha, apho afika agezelwe ngabanye afunda nabo, bemenza isigculelo sabo. Funda ngendlela uShudu ajongana nazo ngayo iintsizi zakhe nemingeni adibana nayo, aze abe yintombazana, nenina eliqolileyo elifunde kabanzi ngokuzithanda!

    Shudufhadzo Musida

    R 125.00

Login

Forgot your password?

Don't have an account yet?
Create account