FREE delivery to all EXCLUSIVE BOOKS stores nationwide. FREE delivery to your door on all orders over R450. Excludes all international deliveries.

Indyebo

S. Gxilishe, L. Siyengo
    Product form
      FORMAT: Paperback / softback
      YOU COULD EARN 0 FUTURE RETAIL DISCOUNTS.

      This product is either out of print or out of stock. Add it to your wishlist and we will automatically let you know if it comes back into stock. Add to Wishlist

      ESTIMATED DELIVERY: Approx 5 - 9 Business Days
      BUY NOW PAY LATER
      From R 0.00 per month!
      3x monthly payments of R 0.00 with
      4x fortnightly payments of R 0.00 with

      This product is either out of print or out of stock. Add it to your wishlist and we will automatically let you know if it comes back into stock. Add to Wishlist

      Indyebo yincwadi ngabafundisi-nsapho abanamava kwaye iyazifezekisa zonke iimfuno zeNkcazelo yeKharityhulamu yeSizwe eHlaziyiweyo (RNCS). Ilungiselelwe iimfuno zemfundo esekeke kwiziphumo (OBE). Olu luhlu luneNcwadi yabafundi, Isikhokhelo sikatitshala kunye neNcwadi yokufunda. Incwadi yabafundi: Isifundo kwakunye nomsebenzi ngamnye kwincwadi yabafundi zinika ulwazi ngeziphumo ezitsoliley anokuthi umfundi azifumane; imisebenzi ithi inyuse izinga lokusebenza kwabafundi ngabanye, ngababini nangamaqela. Isikhokhelo sikatitshala: Intshayelelo kwisikhokhelo sikatitshala inika inkcazelo ngokupheleleyo ngemigaqo-siseko yemfundo esekwe kwiziphumo, nokuba iphuhliswe njani kwincwadi yabafundi; uluhlu lolwazi olucacileyo nenkxaso malunga nokuhlola ikhona kwesi sikhokhelo. Incwadi yokufunda: yona igxininisa isiphumo sokufunda sesine (UkuFunda nokuBukela) njengoko inamabali amnandi nakhuthaza ukucinga nokuqiqa.
      Format: CONTRIBUTORS: S. Gxilishe, L. Siyengo EAN: 9780636055216 COUNTRY: South Africa PAGES: WEIGHT: 275 g HEIGHT: 230 cm
      PUBLISHED BY: Maskew Miller Longman (Pty) Ltd DATE PUBLISHED: 2005-01-01 CITY: GENRE: JUVENILE NONFICTION / Foreign Language Study / General WIDTH: 160 cm SPINE:

      Book Themes:

      isiXhosa (Xhosa), Educational: Modern (non-native or second) languages

      Customer Reviews

      Be the first to write a review
      0%
      (0)

      Recently viewed products

      Login

      Forgot your password?

      Don't have an account yet?
      Create account