FREE delivery to all EXCLUSIVE BOOKS stores nationwide. FREE delivery to your door on all orders over R450. Excludes all international deliveries.

Akulahlwa Mbeleko Ngakufelwa: Grade 10, Grade 11, Grade 12

Zukiswa Pakama
    Product form
      FORMAT: Paperback / softback

      R 140.00 Price and availability exclusive to website

      YOU COULD EARN 140 FUTURE RETAIL DISCOUNTS.
      ESTIMATED DELIVERY: Approx 5 - 9 Business Days
      BUY NOW PAY LATER
      From R 23.33 per month!
      3x monthly payments of R 46.66 with
      4x fortnightly payments of R 35.00 with
      Eli bali livulwa nje kubonakala ubuhlungu nonxunguphalo kuThandaza ogulelwa ngumyeni wakhe uNtando. Banonyana uMava osentolongweni, nentombi uSinomtha ohamba isikolo. USinomtha lo ukrelekrele kakhulu kwaye unesiphiwo sokucula nokudlala ikatala. Unomhlobokazi wakhe uGqiyazana ophuma kwikhaya elifumileyo njengokuba yena ehlala ematyotyombeni. UGqiyazana unekatala angakwaziyo ukuyisebenzisa. USinomtha uhlala eboleka le katala kaGqiyazana ze yena amenzele umsebenzi wesikolo njengokuba uGqiyazana ebengemhlanga kakhulu apha esikolweni. UNtando ude wayibeka inqawa, kodwa ke zifundele mfundi uzivele. Kuluncuthu mazangwa!
      Format: CONTRIBUTORS: Zukiswa Pakama EAN: 9780636207622 COUNTRY: South Africa PAGES: WEIGHT: 215 g HEIGHT: 0 cm
      PUBLISHED BY: Maskew Miller Longman (Pty) Ltd DATE PUBLISHED: 2014-12-01 CITY: GENRE: YOUNG ADULT NONFICTION / Foreign Language Study / General WIDTH: 0 cm SPINE:

      Book Themes:

      isiXhosa (Xhosa), For specific national or regional educational curricula, Educational: Modern (non-native or second) languages: Literature studies

      Customer Reviews

      Be the first to write a review
      0%
      (0)

      Recently viewed products

      Login

      Forgot your password?

      Don't have an account yet?
      Create account