FREE delivery to all EXCLUSIVE BOOKS stores nationwide. FREE delivery to your door on all orders over R450. Excludes all international deliveries.

Reading is Easy: Impofu yokuqala kaNdoda nobudenge bukaGwi: Grade 4

D. Donald
    Product form
      FORMAT: Paperback / softback

      R 108.00 Price and availability exclusive to website

      YOU COULD EARN 108 FUTURE RETAIL DISCOUNTS.
      ESTIMATED DELIVERY: Approx 5 - 9 Business Days
      BUY NOW PAY LATER
      From R 18.00 per month!
      3x monthly payments of R 36.00 with
      4x fortnightly payments of R 27.00 with
      UNdoda wayeyindoda eyayikwazi ukudala izilwanyana nabantu. Ngenye imini inkosikazi yakhe yazala isilwanyana abangazange basazi ukuba siluhlobo luni kodwa becingela ukuba yimpofu. UNdoda wayithatha le mpofu waya kuyifihla kumazantsi entaba endaweni efihlakeleyo apho iya kuthi ikhuseleka khona. Wamana ukuya kuyikroba afike ayiqabe ubusi namagqabi ekanna eyomileyo. Zaqengqeleka iinyanga emana uyikroba afike ikhula kakuhle impofu yakhe. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.
      Format: CONTRIBUTORS: D. Donald EAN: 9780796245786 COUNTRY: South Africa PAGES: WEIGHT: 65 g HEIGHT: 200 cm
      PUBLISHED BY: Heinemann Publishers (Pty) Ltd DATE PUBLISHED: 2012-12-01 CITY: GENRE: JUVENILE NONFICTION / Foreign Language Study / General WIDTH: 126 cm SPINE:

      Book Themes:

      Educational: Modern (non-native or second) languages

      Customer Reviews

      Be the first to write a review
      0%
      (0)

      Recently viewed products

      Login

      Forgot your password?

      Don't have an account yet?
      Create account