FREE delivery to all EXCLUSIVE BOOKS stores nationwide. FREE delivery to your door on all orders over R450. Excludes all international deliveries.

Reading is Easy: Inkwenkwana eLuhlaza: Grade 6

B. Morris
    Product form
      FORMAT: Paperback / softback

      R 128.00 Price and availability exclusive to website

      YOU COULD EARN 128 FUTURE RETAIL DISCOUNTS.
      ESTIMATED DELIVERY: Approx 5 - 9 Business Days
      BUY NOW PAY LATER
      From R 21.33 per month!
      3x monthly payments of R 42.66 with
      4x fortnightly payments of R 32.00 with
      Le ncwadi ingenkwenkwe eluhlaza ngombala. Ikwabonisa nendlela abantwana abakwazi ngayo ukucalulana bamenze omnye azibone emncinci kunabanye. Siboniswa abazali ababini abahleli ixesha elide bengafumani bantwana kodwa ekugqibeleni bade bafumana umntwana oyinkwenkwe. Ngethuba besalinde ukufika kwalo mntwana aba bazali babenamaphupha okuba bayakuba nomntwana omhle onolusu oluhle olufana nolukamama okanye utata wakhe. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.
      Format: CONTRIBUTORS: B. Morris EAN: 9780796246196 COUNTRY: South Africa PAGES: WEIGHT: 65 g HEIGHT: 200 cm
      PUBLISHED BY: Heinemann Publishers (Pty) Ltd DATE PUBLISHED: 2012-12-01 CITY: GENRE: JUVENILE NONFICTION / Foreign Language Study / General WIDTH: 126 cm SPINE:

      Book Themes:

      Educational: Modern (non-native or second) languages

      Customer Reviews

      Be the first to write a review
      0%
      (0)

      Recently viewed products

      Login

      Forgot your password?

      Don't have an account yet?
      Create account