FREE delivery to all EXCLUSIVE BOOKS stores nationwide. FREE delivery to your door on all orders over R450. Excludes all international deliveries.

Reading is Easy: Imisebenzi kwicandelo lokusasaza iindaba: Grade 6

J. Frederikes, M. Ncayiyana
    Product form
      FORMAT: Paperback / softback

      R 128.00 Price and availability exclusive to website

      YOU COULD EARN 128 FUTURE RETAIL DISCOUNTS.
      ESTIMATED DELIVERY: Approx 5 - 9 Business Days
      BUY NOW PAY LATER
      From R 21.33 per month!
      3x monthly payments of R 42.66 with
      4x fortnightly payments of R 32.00 with
      Le ncwadi inika isakhono kubafundi nakubantu abasanqwenela ukusebenza kwicandelo lokusasaza. Kukwakule ncwadi apho uthi uchazelwe izinto ezithi zisetyenziswe xa kusenziwa usasazo. Okokuqala kolu sasazo lunye uyayazi ukuba lumanyelwa ngabantu abangalinganiyo ngeminyaka, ithethe ke ngoku loo nto ukuba kufuneka uzame ukubanelisa bonke ngokwemidla yabo, iinkqubo zakho mazibe zinkqubo ezithi zikwazi ukwanelisa wonke umntu. Kumabonakude okwalolunye uhlobo lokusasaza abadlali kuyanyanzeleka ukuba basebenze nzima ukuze badlale ngokuzithemba besenza loo nto ifanelekileyo phambi kwamehlo ababukeli. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.
      Format: CONTRIBUTORS: J. Frederikes, M. Ncayiyana EAN: 9780796246240 COUNTRY: South Africa PAGES: WEIGHT: 65 g HEIGHT: 200 cm
      PUBLISHED BY: Heinemann Publishers (Pty) Ltd DATE PUBLISHED: 2012-12-01 CITY: GENRE: JUVENILE NONFICTION / Foreign Language Study / General WIDTH: 126 cm SPINE:

      Book Themes:

      Educational: Modern (non-native or second) languages

      Customer Reviews

      Be the first to write a review
      0%
      (0)

      Recently viewed products

      Login

      Forgot your password?

      Don't have an account yet?
      Create account